IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Daniyeli 8:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Yaza le nkunzi yebhokhwe yazigwagwisa+ ngokugqithileyo; kodwa kamsinya nje yakuba namandla, lwaphuka uphondo lwayo olukhulu, kwaza esikhundleni salo kwavela ezine eziphawulekayo, zibheke ngasemimoyeni yomine yamazulu.+

  • Daniyeli 11:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Yaye akuba emile,+ ubukumkani bakhe buya kwaphulwa buze bahlulelwe emimoyeni yomine+ yamazulu,+ buncothulwe bube bobabanye, abangengabo abesizukulwana sakhe;+ yaye abayi kulawula ngendlela abelawula ngayo yena.

  • ISityhilelo 7:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Emva koko ndabona iingelosi ezine+ zimi kwiimbombo zone zomhlaba, zibambe ngokuqinileyo imimoya yomine+ yomhlaba, ukuze kungabikho moya uvuthuza emhlabeni okanye elwandle okanye nakuwuphi na umthi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share