Hezekile 5:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “‘“Ngoko ke oobawo baya kudla oonyana phakathi kwakho,+ noonyana baya kudla ooyise, yaye ndiza kuziphumeza kuwe izenzo zokugweba ndize ndichithachithe konke okuseleyo kwakho emimoyeni yonke.”’+
10 “‘“Ngoko ke oobawo baya kudla oonyana phakathi kwakho,+ noonyana baya kudla ooyise, yaye ndiza kuziphumeza kuwe izenzo zokugweba ndize ndichithachithe konke okuseleyo kwakho emimoyeni yonke.”’+