IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 26:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Ndonichithachitha phakathi kweentlanga,+ ndikhuphe ikrele lam esingxotyeni salo emva kwenu;+ liphanziswe ilizwe lenu,+ nezixeko zenu zibe ngamanxuwa aphanzileyo.

  • Duteronomi 4:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Uya kunichithachitha ngokuqinisekileyo uYehova phakathi kwezizwana,+ nisale nimbalwa+ phakathi kweentlanga aya kunigxothela kuzo uYehova.

  • Duteronomi 28:64
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 64 “Uya kunichithachitha ngokuqinisekileyo uYehova phakathi kwezizwana zonke ukususela esiphelweni somhlaba kuse esiphelweni somhlaba,+ ukhonze thixo bambi khona ongabazanga, wena nookhokho bakho, abenziwe ngomthi nangelitye.+

  • Nehemiya 1:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “Nceda, khumbula+ ilizwi owayalela ngalo uMoses umkhonzi wakho, usithi, ‘Ukuba nithe nenza ngokungathembeki, mna ndiya kunichithachitha phakathi kwezizwana.+

  • Hezekile 12:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Nabo bonke abo basijikelezileyo njengoncedo, nawo onke amabutho aso ezomkhosi, ndiya kubachithachitha emimoyeni yonke;+ ndirhole ikrele emva kwabo.+

  • Hezekile 17:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ke ngokubhekisele kwabo bakhe baziimbacu kuwo onke amabutho akhe, baya kuwa ngekrele, nabaseleyo baya kusasazeka ngokubanzi kuyo yonke imimoya.+ Niya kwazi ukuba mna Yehova, ndikuthethile oko.”’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share