Isaya 37:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Noothixo bawo batshiswa ngomlilo,+ ngenxa yokuba babengengabo oothixo,+ kodwa babengumsebenzi wezandla zomntu,+ umthi nelitye, babatshabalalisa ke.+ Zefaniya 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 UYehova uya koyikeka kubo;+ kuba ngokuqinisekileyo uya kubabhityisa bonke oothixo bomhlaba,+ nabantu baya kuqubuda kuye,+ ngamnye endaweni yakhe, zonke iziqithi zeentlanga.+
19 Noothixo bawo batshiswa ngomlilo,+ ngenxa yokuba babengengabo oothixo,+ kodwa babengumsebenzi wezandla zomntu,+ umthi nelitye, babatshabalalisa ke.+
11 UYehova uya koyikeka kubo;+ kuba ngokuqinisekileyo uya kubabhityisa bonke oothixo bomhlaba,+ nabantu baya kuqubuda kuye,+ ngamnye endaweni yakhe, zonke iziqithi zeentlanga.+