Isaya 40:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ingcibi ityhida umfanekiso oqingqiweyo,+ umnyibilikisi awaleke ngegolide,+ akhande imixokelelwane yesilivere.+ Isaya 41:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko ingcibi yomeleza umnyibilikisi;+ lowo ugudisayo ngesando sokuhlekeza womeleza lowo ubethelela esikhandelweni, esithi ngokubhekisele kwilothe: “Kulungile.” Ekugqibeleni omnye wabethelela ngezikhonkwane ukuze ingabi nakushukuma.+ Hoseya 8:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba nalo elo livela kwaSirayeli.+ Lenziwe yingcibi,+ alingoThixo; ke elo thole laseSamariya liya kutyunyuzwa.+ IZenzo 17:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Ekubeni, ke ngoko, siyinzala kaThixo,+ sifanele singacingi ukuba Lowo Ungokobuthixo+ unjengegolide okanye isilivere okanye ilitye, njengento eqingqwe ngobugcisa nokuyila komntu.+
19 Ingcibi ityhida umfanekiso oqingqiweyo,+ umnyibilikisi awaleke ngegolide,+ akhande imixokelelwane yesilivere.+
7 Ngoko ingcibi yomeleza umnyibilikisi;+ lowo ugudisayo ngesando sokuhlekeza womeleza lowo ubethelela esikhandelweni, esithi ngokubhekisele kwilothe: “Kulungile.” Ekugqibeleni omnye wabethelela ngezikhonkwane ukuze ingabi nakushukuma.+
6 Kuba nalo elo livela kwaSirayeli.+ Lenziwe yingcibi,+ alingoThixo; ke elo thole laseSamariya liya kutyunyuzwa.+
29 “Ekubeni, ke ngoko, siyinzala kaThixo,+ sifanele singacingi ukuba Lowo Ungokobuthixo+ unjengegolide okanye isilivere okanye ilitye, njengento eqingqwe ngobugcisa nokuyila komntu.+