Hoseya 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Emva koko oonyana bakaSirayeli baya kubuya baze ngokuqinisekileyo bamfune uYehova uThixo wabo,+ noDavide ukumkani wabo;+ yaye ngokuqinisekileyo baya kuza begubha kuYehova+ nasekulungeni kwakhe ekupheleni kwemihla.+ Zekariya 8:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 yaye ngokuqinisekileyo abemi besinye isixeko baya kuya kwabo besinye, besithi: “Masihambe ngenyameko+ ukuya kubongoza+ uYehova nokuya kufuna uYehova wemikhosi. Nam ndiza kuhamba.”+
5 Emva koko oonyana bakaSirayeli baya kubuya baze ngokuqinisekileyo bamfune uYehova uThixo wabo,+ noDavide ukumkani wabo;+ yaye ngokuqinisekileyo baya kuza begubha kuYehova+ nasekulungeni kwakhe ekupheleni kwemihla.+
21 yaye ngokuqinisekileyo abemi besinye isixeko baya kuya kwabo besinye, besithi: “Masihambe ngenyameko+ ukuya kubongoza+ uYehova nokuya kufuna uYehova wemikhosi. Nam ndiza kuhamba.”+