Isaya 53:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Sonke siye sabhadula njengezimvu;+ siye sajika saya ngamnye endleleni yakhe; kwaye uYehova wasibalela kuye isiphoso sethu sonke.+ 1 Petros 2:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kuba naninjengezimvu ezibhadulayo;+ kodwa ngoku nibuyele kumalusi+ nomveleli wemiphefumlo yenu.
6 Sonke siye sabhadula njengezimvu;+ siye sajika saya ngamnye endleleni yakhe; kwaye uYehova wasibalela kuye isiphoso sethu sonke.+