7 IYerusalem ikhumbule ngemihla yokuxhwaleka kwayo neyabantu bayo abangenamakhaya
Zonke izinto zayo ezinqwenelekayo ezazikho ukususela kwimihla yakudala.+
Xa abantu bayo bawela ezandleni zotshaba ibe ingenamncedi,+
Iintshaba zayibona. Zahleka ngenxa yokuwa kwayo.+