1 Kumkani 9:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 nazo zonke izixeko+ ezingoovimba ezaba zezikaSolomon nezixeko+ zeenqwelo nezixeko zabakhweli-mahashe, nezinto ezinqwenelekayo zikaSolomon+ awayenqwenela ukuzakha eYerusalem naseLebhanon nakulo lonke ilizwe awayelilawula. 1 Kumkani 10:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kwaye ukumkani wenza isilivere eYerusalem njengamatye,+ wenza nomsedare omninzi njengemithi yesikamore eseShefela.+ IZililo 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Utshaba lolulele isandla salo kuzo zonke izinto zayo ezinqwenelekayo.+Kuba izibonile iintlanga ezingene engcweleni yayo,+Owawuyalele ukuba zingangeni ebandleni lakho.
19 nazo zonke izixeko+ ezingoovimba ezaba zezikaSolomon nezixeko+ zeenqwelo nezixeko zabakhweli-mahashe, nezinto ezinqwenelekayo zikaSolomon+ awayenqwenela ukuzakha eYerusalem naseLebhanon nakulo lonke ilizwe awayelilawula.
27 Kwaye ukumkani wenza isilivere eYerusalem njengamatye,+ wenza nomsedare omninzi njengemithi yesikamore eseShefela.+
10 Utshaba lolulele isandla salo kuzo zonke izinto zayo ezinqwenelekayo.+Kuba izibonile iintlanga ezingene engcweleni yayo,+Owawuyalele ukuba zingangeni ebandleni lakho.