Yeremiya 51:55 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 55 kuba uYehova uyayiphanga iBhabhiloni, yaye ngokuqinisekileyo uya kulitshabalalisa kuyo ilizwi elikhulu,+ namaza abo okunene aya kuxokozela njengamanzi amaninzi.+ Ngokuqinisekileyo ingxolo yelizwi labo iya kuvakala.
55 kuba uYehova uyayiphanga iBhabhiloni, yaye ngokuqinisekileyo uya kulitshabalalisa kuyo ilizwi elikhulu,+ namaza abo okunene aya kuxokozela njengamanzi amaninzi.+ Ngokuqinisekileyo ingxolo yelizwi labo iya kuvakala.