Isaya 14:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wena ke, uthe entliziyweni yakho, ‘Ndiya kunyuka ndiye ezulwini.+ Itrone yam+ ndiya kuyiphakamisa phezu kweenkwenkwezi+ zikaThixo, yaye ndiya kuhlala phantsi entabeni yokuhlangana,+ kweyona mimandla ithe qelele yasemntla.+ Isaya 47:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Kukho Lowo usihlawulelayo.+ Igama lakhe nguYehova wemikhosi,+ Lowo Ungcwele kaSirayeli.”+
13 Wena ke, uthe entliziyweni yakho, ‘Ndiya kunyuka ndiye ezulwini.+ Itrone yam+ ndiya kuyiphakamisa phezu kweenkwenkwezi+ zikaThixo, yaye ndiya kuhlala phantsi entabeni yokuhlangana,+ kweyona mimandla ithe qelele yasemntla.+