IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 47:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kwaye wamana usithi: “Ndiya kungqineka ndiyiNkosikazi+ ukusa kwixesha elingenammiselo, ngonaphakade.” Akuzange uzithabathele ntliziyweni yakho ezi zinto; akuzange ukukhumbule ukuphela komcimbi.+

  • Daniyeli 4:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Wasuka ukumkani wathi:+ “Asiyiyo na le iBhabhiloni Enkulu, endizakhele yona ngamandla am amakhulu+ ukuba ibe yindlu yasebukhosini, ngenxa yesidima sobungangamsha bam?”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share