Isaya 13:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Abemi bemimandla engumqwebedu ngokuqinisekileyo baya kubutha apho, nezindlu zabo ziya kuzaliswa zizihuluhulu.+ Iya kuba likhaya leenciniba, needemon ezimilise okweebhokhwe ziya kudloba apho.+ Yeremiya 50:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Ngoko ke abemi bemimandla engumqwebedu baya kuhlala nezilwanyana ezenza umkhulungwane, yaye iinciniba zimele zihlale kuyo;+ akusayi kuze kuphinde kuhlalwe kuyo, nayo ingasayi kuhlala kwizizukulwana ngezizukulwana.”+ Yeremiya 51:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 IBhabhiloni imele ibe yimfumba yamatye,+ isikhundla soodyakalashe,+ into ekhwankqisayo nento yokubethelwa umlozi, ingabi nammi.+
21 Abemi bemimandla engumqwebedu ngokuqinisekileyo baya kubutha apho, nezindlu zabo ziya kuzaliswa zizihuluhulu.+ Iya kuba likhaya leenciniba, needemon ezimilise okweebhokhwe ziya kudloba apho.+
39 Ngoko ke abemi bemimandla engumqwebedu baya kuhlala nezilwanyana ezenza umkhulungwane, yaye iinciniba zimele zihlale kuyo;+ akusayi kuze kuphinde kuhlalwe kuyo, nayo ingasayi kuhlala kwizizukulwana ngezizukulwana.”+
37 IBhabhiloni imele ibe yimfumba yamatye,+ isikhundla soodyakalashe,+ into ekhwankqisayo nento yokubethelwa umlozi, ingabi nammi.+