Isaya 5:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Luya kubhavuma ngaloo mini njengokugquma kolwandle.+ Okunene ubani uya kondela emhlabeni, kwaye khangela! kukho ubumnyama obubandezelayo;+ kwanokukhanya kuye kwaba mnyama ngenxa yokusithwa ngamafu. Yeremiya 51:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Ulwandle lunyukele phezu kweBhabhiloni. Amaza alo ayigubungele ngobuninzi bawo.+
30 Luya kubhavuma ngaloo mini njengokugquma kolwandle.+ Okunene ubani uya kondela emhlabeni, kwaye khangela! kukho ubumnyama obubandezelayo;+ kwanokukhanya kuye kwaba mnyama ngenxa yokusithwa ngamafu.