IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 18:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Iintsontelo zokufa zindirhawule;+

      Izikhukula zamadoda angamatshivela nazo zaqhubeka zindinkwantyisa.+

  • Isaya 8:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 aze adlulele kwaYuda. Okunene uya kukhukula adlule.+ Uya kufikelela phezulu entanyeni.+ Nokunaba kwamaphiko akhe+ kumele kuzalise ububanzi belizwe lakho, Imanuweli!”+

  • Hezekile 27:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 “‘“Abo bakubheqelayo bakuzisa emanzini amaninzi.+ Umoya wasempuma wakwaphula entliziyweni yesithabazi solwandle.+

  • Daniyeli 9:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 “Emva kweeveki ezingamashumi amathandathu anesibini uMesiya uya kunqunyulwa,+ engenanto anayo.+

      “Yaye isixeko nendawo engcwele+ ziya konakaliswa ngabantu benkokeli ezayo.+ Ukuphela kwayo kuya kuba ngomkhukula. Kuya kugquba imfazwe kuyo kude kube sekupheleni; ide iphanziswe, njengoko kumiselwe ukuba kube njalo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share