Isaya 14:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ufungile uYehova wemikhosi,+ esithi: “Ngokuqinisekileyo kanye njengoko ndicinge ngako, koba njalo; kube kanye njengoko ndigqibe ngako,+ Isaya 46:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Lowo uxela ukuphela kwasekuqaleni,+ kwakudala izinto ebezingekenziwa;+ Lowo uthi, ‘Icebo lam liya kuma,+ yaye yonk’ into endiyoliswa yiyo ndiya kuyenza’;+ Yeremiya 51:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Khazimlisani iintolo.+ Zalisani amakhaka abusazinge. UYehova uwuvuselele umoya wookumkani bamaMedi,+ ngenxa yokuba ingcinga yakhe inxamnye neBhabhiloni,+ ukuze ayonakalise. Kuba yimpindezelo kaYehova, impindezelo ngenxa yetempile yakhe.+
24 Ufungile uYehova wemikhosi,+ esithi: “Ngokuqinisekileyo kanye njengoko ndicinge ngako, koba njalo; kube kanye njengoko ndigqibe ngako,+
10 Lowo uxela ukuphela kwasekuqaleni,+ kwakudala izinto ebezingekenziwa;+ Lowo uthi, ‘Icebo lam liya kuma,+ yaye yonk’ into endiyoliswa yiyo ndiya kuyenza’;+
11 “Khazimlisani iintolo.+ Zalisani amakhaka abusazinge. UYehova uwuvuselele umoya wookumkani bamaMedi,+ ngenxa yokuba ingcinga yakhe inxamnye neBhabhiloni,+ ukuze ayonakalise. Kuba yimpindezelo kaYehova, impindezelo ngenxa yetempile yakhe.+