Isaya 13:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuya kuthi ke, njengebhadi elisukelwayo nanjengomhlambi ongenabani wokuwuqokelela,+ bajike, ngamnye aye ebantwini bakowabo; yaye baya kusaba, ngamnye aye kwilizwe lakowabo.+ Yeremiya 50:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Nqumlani umhlwayeli eBhabhiloni,+ nalowo uphatha irhengqa ngexesha lokuvuna. Ngenxa yekrele elidlavulayo ngamnye uya kujikela abantu bakowabo, ngamnye uya kusabela kwilizwe lakowabo.+
14 Kuya kuthi ke, njengebhadi elisukelwayo nanjengomhlambi ongenabani wokuwuqokelela,+ bajike, ngamnye aye ebantwini bakowabo; yaye baya kusaba, ngamnye aye kwilizwe lakowabo.+
16 Nqumlani umhlwayeli eBhabhiloni,+ nalowo uphatha irhengqa ngexesha lokuvuna. Ngenxa yekrele elidlavulayo ngamnye uya kujikela abantu bakowabo, ngamnye uya kusabela kwilizwe lakowabo.+