-
Yoshuwa 8:14INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
14 Yaye kwenzeka ukuba, kamsinya nje akukubona oko ukumkani waseAyi, amadoda esixeko akhawuleza avuka ekuseni aphuma aya kuhlangabezana noSirayeli edabini, yena nabo bonke abantu bakhe, ngexesha elimisiweyo, phambi kwethafa eliyinkqantosi. Ke yena, wayengazi ukuba kwakukho abamlaleleyo emva kwesixeko.+
-