7 “Kufike imihla yokunikela ingqalelo;+ kufike imihla yentlawulo efanelekileyo.+ Abo bakwaSirayeli baya kuyazi.+ Abaprofeti baya kuba zizidenge,+ umntu onamazwi aphefumlelweyo uya kuphambana ngenxa yobuninzi besiphoso sakho,+ kwanobuninzi benzondo yakho.”