INdumiso 115:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Izithixo zabo ziyisilivere negolide,+Umsebenzi wezandla zomntu wasemhlabeni.+ Isaya 44:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Abayili bemifanekiso eqingqiweyo bonke abayonto yokwenene,+ nezinto zabo ezithandekayo aziyi kuba yingenelo;+ njengamangqina abo aziboni nto yaye azazi nto,+ ukuze zibe neentloni.+ Yeremiya 10:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Zinjengonomgogwana kwintsimi yekomkomere, yaye azinakuthetha.+ Zimele zithwalwe, kuba azikwazi kuhamba.+ Musa ukuzoyika, kuba azinakwenza nto iyintlekele yaye, ngaphezu koko, azinako ukwenza nakuphi na okulungileyo.”+ Habhakuki 2:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ube yingenelo ngantoni na umfanekiso okroliweyo,+ xa ingumyili wawo owuqingqileyo, umfanekiso otyhidiweyo, nomyaleli wobuxoki?+ xa umyili wawo ekholose ngawo,+ ukusa kumkhamo wokwenza oothixo abangenaxabiso abangathethiyo?+ 1 Korinte 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngokuphathelele ukutyiwa+ kokutya okunikelwe kwizithixo, siyazi ukuba isithixo asinto+ ehlabathini, nokuba akukho Thixo ngaphandle nje komnye.+
9 Abayili bemifanekiso eqingqiweyo bonke abayonto yokwenene,+ nezinto zabo ezithandekayo aziyi kuba yingenelo;+ njengamangqina abo aziboni nto yaye azazi nto,+ ukuze zibe neentloni.+
5 Zinjengonomgogwana kwintsimi yekomkomere, yaye azinakuthetha.+ Zimele zithwalwe, kuba azikwazi kuhamba.+ Musa ukuzoyika, kuba azinakwenza nto iyintlekele yaye, ngaphezu koko, azinako ukwenza nakuphi na okulungileyo.”+
18 Ube yingenelo ngantoni na umfanekiso okroliweyo,+ xa ingumyili wawo owuqingqileyo, umfanekiso otyhidiweyo, nomyaleli wobuxoki?+ xa umyili wawo ekholose ngawo,+ ukusa kumkhamo wokwenza oothixo abangenaxabiso abangathethiyo?+
4 Ngokuphathelele ukutyiwa+ kokutya okunikelwe kwizithixo, siyazi ukuba isithixo asinto+ ehlabathini, nokuba akukho Thixo ngaphandle nje komnye.+