Isaya 44:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Khangela! Onke amaqabane akhe aya kuba neentloni,+ neengcibi zingabantu basemhlabeni. Bonke baya kuqokelelana ndawonye.+ Baya kuma ngxi. Baya kunkwantya. Kwangaxeshanye baya kuba neentloni.+
11 Khangela! Onke amaqabane akhe aya kuba neentloni,+ neengcibi zingabantu basemhlabeni. Bonke baya kuqokelelana ndawonye.+ Baya kuma ngxi. Baya kunkwantya. Kwangaxeshanye baya kuba neentloni.+