INdumiso 135:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Zineendlebe, kodwa aziva.+Akukho moya emlonyeni wazo.+ Yeremiya 10:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wonke umntu uziphethe ngokungenangqiqo engenakwazi.+ Wonke umnyibilikisi ngokuqinisekileyo uya kuziva eneentloni ngenxa yemifanekiso eqingqiweyo;+ kuba imifanekiso yakhe etyhidiweyo ibubuxoki,+ yaye akukho moya kuyo.+ Habhakuki 2:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 “‘Yeha lowo uthi elukhunini: “Vuka!” kwilitye elisisimumu: “Vuka! Liya kunikela imiyalelo”!+ Khangela! Ligqunywe ngegolide nesilivere,+ yaye aliphefumli kwaphela.+
14 Wonke umntu uziphethe ngokungenangqiqo engenakwazi.+ Wonke umnyibilikisi ngokuqinisekileyo uya kuziva eneentloni ngenxa yemifanekiso eqingqiweyo;+ kuba imifanekiso yakhe etyhidiweyo ibubuxoki,+ yaye akukho moya kuyo.+
19 “‘Yeha lowo uthi elukhunini: “Vuka!” kwilitye elisisimumu: “Vuka! Liya kunikela imiyalelo”!+ Khangela! Ligqunywe ngegolide nesilivere,+ yaye aliphefumli kwaphela.+