INdumiso 135:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Zineendlebe, kodwa aziva.+Akukho moya emlonyeni wazo.+ Yeremiya 51:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Wonk’ umntu uziphethe ngokungenangqiqo ngokokude angazi.+ Wonke umnyibilikisi uya kuziva eneentloni ngenxa yomfanekiso oqingqiweyo;+ kuba umfanekiso wakhe otyhidiweyo ububuxoki,+ yaye akukho moya kuyo.+
17 Wonk’ umntu uziphethe ngokungenangqiqo ngokokude angazi.+ Wonke umnyibilikisi uya kuziva eneentloni ngenxa yomfanekiso oqingqiweyo;+ kuba umfanekiso wakhe otyhidiweyo ububuxoki,+ yaye akukho moya kuyo.+