IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 23:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 “Ngaba ilizwi lam ngokukwanjalo alikho njengomlilo na,”+ utsho uYehova, “nanjengesando sokuhlekeza esikroboza ingxondorha?”+

  • Hoseya 6:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kungenxa yoko le nto ndiya kubaxabela ngabaprofeti;+ Ndiya kubabulala ngamazwi omlomo wam.+ Yaye imigwebo phezu kwakho iya kuba njengokuphuma kokukhanya.+

  • ISityhilelo 11:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ukuba nabani na ufuna ukuwonakalisa, kuphuma umlilo emilonyeni yawo uze uziqwenge iintshaba zawo;+ uya kubulawa ngolo hlobo ke umntu ofuna ukuwonakalisa.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share