Isaya 19:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngaloo mini iYiputa iya kuba njengabafazi, yaye ngokuqinisekileyo iya kungcangcazela inkwantye+ ngenxa yokulingisa kwesandla sikaYehova wemikhosi ayilingisa ngaso.+ Yeremiya 50:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Kukho ikrele nxamnye namahashe abo+ nanxamnye neenqwelo zabo zokulwa nanxamnye nalo lonke iqela elingumxube eliphakathi kwayo,+ kwaye ngokuqinisekileyo liya kuba ngabafazi.+ Kukho ikrele nxamnye nobuncwane+ bayo, yaye okunene buya kuphangwa.
16 Ngaloo mini iYiputa iya kuba njengabafazi, yaye ngokuqinisekileyo iya kungcangcazela inkwantye+ ngenxa yokulingisa kwesandla sikaYehova wemikhosi ayilingisa ngaso.+
37 Kukho ikrele nxamnye namahashe abo+ nanxamnye neenqwelo zabo zokulwa nanxamnye nalo lonke iqela elingumxube eliphakathi kwayo,+ kwaye ngokuqinisekileyo liya kuba ngabafazi.+ Kukho ikrele nxamnye nobuncwane+ bayo, yaye okunene buya kuphangwa.