Isaya 10:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Iseyimini yokuma eNobhi.+ Ulingisa ngesandla ngokusongelayo entabeni yentombi yaseZiyon, induli yaseYerusalem.+ Isaya 11:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kwaye ngokuqinisekileyo uYehova uya kulunqumla ulwimi lolwandle lwaseYiputa,+ aze alingise uMlambo+ ngesandla sakhe ekuvutheni komoya wakhe. Uya kuwubetha ube yimisinga esixhenxe, abenze abantu bahambe kuyo ngeembadada zabo.+ Zekariya 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba yabona, ndiya kuzilingisa ngesandla sam,+ yaye kuya kufuneka zibe lixhoba lamakhoboka azo.’+ Kwaye ngokuqinisekileyo nina niya kwazi ukuba uYehova wemikhosi undithumile.+
32 Iseyimini yokuma eNobhi.+ Ulingisa ngesandla ngokusongelayo entabeni yentombi yaseZiyon, induli yaseYerusalem.+
15 Kwaye ngokuqinisekileyo uYehova uya kulunqumla ulwimi lolwandle lwaseYiputa,+ aze alingise uMlambo+ ngesandla sakhe ekuvutheni komoya wakhe. Uya kuwubetha ube yimisinga esixhenxe, abenze abantu bahambe kuyo ngeembadada zabo.+
9 Kuba yabona, ndiya kuzilingisa ngesandla sam,+ yaye kuya kufuneka zibe lixhoba lamakhoboka azo.’+ Kwaye ngokuqinisekileyo nina niya kwazi ukuba uYehova wemikhosi undithumile.+