IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 13:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kwaye iBhabhiloni, umhombiso wezikumkani,+ ubuhle beqhayiya lamaKhaledi,+ imele ibe njengaxa uThixo wabhukuqa iSodom neGomora.+

  • Isaya 14:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 uphakamise le ntetho ingumzekeliso nxamnye nokumkani waseBhabhiloni, uthi:

      “Kwenzeke njani ukuba lowo uqweqwedisa abanye emsebenzini ayeke, ingcinezelo iphele!+

  • Yeremiya 49:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Kwenzeke njani na ukuba isixeko sendumiso singashiywa, idolophu yokugcoba?+

  • Daniyeli 4:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Wasuka ukumkani wathi:+ “Asiyiyo na le iBhabhiloni Enkulu, endizakhele yona ngamandla am amakhulu+ ukuba ibe yindlu yasebukhosini, ngenxa yesidima sobungangamsha bam?”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share