Isaya 13:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ayisoze imiwe,+ ingasoze ihlale izizukulwana ngezizukulwana.+ UmArabhu akayi kumisa ntente yakhe apho, yaye akukho balusi baya kuyeka imihlambi yabo ibuthe apho.
20 Ayisoze imiwe,+ ingasoze ihlale izizukulwana ngezizukulwana.+ UmArabhu akayi kumisa ntente yakhe apho, yaye akukho balusi baya kuyeka imihlambi yabo ibuthe apho.