Isaya 14:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “Ndiya kusukela phezulu kubo,”+ utsho uYehova wemikhosi. “Kwaye ndiza kunqumla igama+ nentsalela nenzala nezizukulwana eBhabhiloni,”+ utsho uYehova. Yeremiya 50:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba kunyuke kweza kuyo uhlanga oluvela emntla.+ Lulo olwenza ilizwe layo libe yinto ekhwankqisayo, ukuba kungabikho bani uhlala kulo.+ Indoda nesilwanyana sasekhaya kusabile.+ Zimkile.”+ Yeremiya 50:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngenxa yokucaphuka kukaYehova ayiyi kumiwa,+ imele ibe yinkangala ephanzileyo ngokupheleleyo.+ Yena ke nabani na odlula ngaseBhabhiloni, uya kujonga ekhwankqisiwe aze abethe umlozi ngenxa yazo zonke izibetho zayo.+ Yeremiya 51:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Mawunyikime umhlaba uze ube sentlungwini eqatha,+ kuba kusuke iingcamango zikaYehova nxamnye neBhabhiloni ukuba alenze ilizwe laseBhabhiloni libe yinto ekhwankqisayo, lingenammi.+ ISityhilelo 18:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Yaye ingelosi eyomeleleyo yaphakamisa ilitye elinjengelitye elikhulu lokusila+ yaza yaliphosa elwandle,+ isithi: “Ngaloo ndlela ngokugadlela okukhawulezileyo iBhabhiloni isixeko esikhulu iya kuphoselwa phantsi, ingabi safunyanwa kwakhona.+
22 “Ndiya kusukela phezulu kubo,”+ utsho uYehova wemikhosi. “Kwaye ndiza kunqumla igama+ nentsalela nenzala nezizukulwana eBhabhiloni,”+ utsho uYehova.
3 Kuba kunyuke kweza kuyo uhlanga oluvela emntla.+ Lulo olwenza ilizwe layo libe yinto ekhwankqisayo, ukuba kungabikho bani uhlala kulo.+ Indoda nesilwanyana sasekhaya kusabile.+ Zimkile.”+
13 Ngenxa yokucaphuka kukaYehova ayiyi kumiwa,+ imele ibe yinkangala ephanzileyo ngokupheleleyo.+ Yena ke nabani na odlula ngaseBhabhiloni, uya kujonga ekhwankqisiwe aze abethe umlozi ngenxa yazo zonke izibetho zayo.+
29 Mawunyikime umhlaba uze ube sentlungwini eqatha,+ kuba kusuke iingcamango zikaYehova nxamnye neBhabhiloni ukuba alenze ilizwe laseBhabhiloni libe yinto ekhwankqisayo, lingenammi.+
21 Yaye ingelosi eyomeleleyo yaphakamisa ilitye elinjengelitye elikhulu lokusila+ yaza yaliphosa elwandle,+ isithi: “Ngaloo ndlela ngokugadlela okukhawulezileyo iBhabhiloni isixeko esikhulu iya kuphoselwa phantsi, ingabi safunyanwa kwakhona.+