Genesis 11:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Baza ke bathi: “Yizani! Masizakhele isixeko kwanenqaba encopho yayo ifikelela emazulwini,+ size sizenzele igama elidumileyo,+ kuba hleze sichithakale emhlabeni wonke.”+ Isaya 14:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wena ke, uthe entliziyweni yakho, ‘Ndiya kunyuka ndiye ezulwini.+ Itrone yam+ ndiya kuyiphakamisa phezu kweenkwenkwezi+ zikaThixo, yaye ndiya kuhlala phantsi entabeni yokuhlangana,+ kweyona mimandla ithe qelele yasemntla.+ Amosi 9:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ukuba bemba bahlele eShiyol, isandla sam siya kubathabatha apho;+ nokuba bayenyuka baye emazulwini, ndiya kubahlisa apho.+
4 Baza ke bathi: “Yizani! Masizakhele isixeko kwanenqaba encopho yayo ifikelela emazulwini,+ size sizenzele igama elidumileyo,+ kuba hleze sichithakale emhlabeni wonke.”+
13 Wena ke, uthe entliziyweni yakho, ‘Ndiya kunyuka ndiye ezulwini.+ Itrone yam+ ndiya kuyiphakamisa phezu kweenkwenkwezi+ zikaThixo, yaye ndiya kuhlala phantsi entabeni yokuhlangana,+ kweyona mimandla ithe qelele yasemntla.+
2 Ukuba bemba bahlele eShiyol, isandla sam siya kubathabatha apho;+ nokuba bayenyuka baye emazulwini, ndiya kubahlisa apho.+