2 Kumkani 24:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngemihla yakhe kwenyuka uNebhukadenetsare+ ukumkani waseBhabhiloni, yaye uYehoyakim waba ngumkhonzi wakhe+ iminyaka emithathu. Noko ke, wajika waza wamvukela. 2 Kronike 36:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 UYehoyakim+ wayeneminyaka engamashumi amabini anesihlanu ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula eYerusalem+ iminyaka elishumi elinanye; waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova uThixo wakhe.+
24 Ngemihla yakhe kwenyuka uNebhukadenetsare+ ukumkani waseBhabhiloni, yaye uYehoyakim waba ngumkhonzi wakhe+ iminyaka emithathu. Noko ke, wajika waza wamvukela.
5 UYehoyakim+ wayeneminyaka engamashumi amabini anesihlanu ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula eYerusalem+ iminyaka elishumi elinanye; waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova uThixo wakhe.+