Yeremiya 39:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Ngonyaka wesithoba kaZedekiya ukumkani wakwaYuda, ngenyanga yeshumi,+ uNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni nawo wonke umkhosi wakhe wamajoni beza eYerusalem baza bayingqinga.+
39 Ngonyaka wesithoba kaZedekiya ukumkani wakwaYuda, ngenyanga yeshumi,+ uNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni nawo wonke umkhosi wakhe wamajoni beza eYerusalem baza bayingqinga.+