Yeremiya 32:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 noZedekiya, ukumkani wakwaYuda, akayi kusinda esandleni samaKhaledi, kuba nakanjani na uya kunikelwa esandleni sokumkani waseBhabhiloni, umlomo wakhe uthethe nomlomo wakhe, namehlo akhe abone amehlo akhe”’;+
4 noZedekiya, ukumkani wakwaYuda, akayi kusinda esandleni samaKhaledi, kuba nakanjani na uya kunikelwa esandleni sokumkani waseBhabhiloni, umlomo wakhe uthethe nomlomo wakhe, namehlo akhe abone amehlo akhe”’;+