2 Kumkani 25:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Bababulala ngogonyamelo oonyana bakaZedekiya phambi kwamehlo akhe,+ kwaye amehlo kaZedekiya wawatyhaphaza,+ emva koko wambopha ngamakhamandela obhedu,+ wamzisa eBhabhiloni.+ Yeremiya 39:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wamtyhaphaza amehlo uZedekiya,+ emva koko wambopha ngamakhamandela obhedu, ukuze amzise eBhabhiloni.
7 Bababulala ngogonyamelo oonyana bakaZedekiya phambi kwamehlo akhe,+ kwaye amehlo kaZedekiya wawatyhaphaza,+ emva koko wambopha ngamakhamandela obhedu,+ wamzisa eBhabhiloni.+
7 Wamtyhaphaza amehlo uZedekiya,+ emva koko wambopha ngamakhamandela obhedu, ukuze amzise eBhabhiloni.