2 Kumkani 25:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Bababulala ngogonyamelo oonyana bakaZedekiya phambi kwamehlo akhe,+ kwaye amehlo kaZedekiya wawatyhaphaza,+ emva koko wambopha ngamakhamandela obhedu,+ wamzisa eBhabhiloni.+ Yeremiya 52:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Wawatyhaphaza amehlo+ kaZedekiya, emva koko ukumkani waseBhabhiloni wambopha ngamakhamandela obhedu, wamzisa eBhabhiloni+ waza wamfaka endlwini yokuvalelwa de yangumhla wokufa kwakhe. Hezekile 12:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngokuqinisekileyo ndiya kuwaneka umnatha wam phezu kwaso, yaye simele sibanjiswe ngumnatha wam wokuzingela;+ kwaye ndiza kusizisa eBhabhiloni, kwilizwe lamaKhaledi,+ kodwa lona asiyi kulibona; siya kufela apho ke.+
7 Bababulala ngogonyamelo oonyana bakaZedekiya phambi kwamehlo akhe,+ kwaye amehlo kaZedekiya wawatyhaphaza,+ emva koko wambopha ngamakhamandela obhedu,+ wamzisa eBhabhiloni.+
11 Wawatyhaphaza amehlo+ kaZedekiya, emva koko ukumkani waseBhabhiloni wambopha ngamakhamandela obhedu, wamzisa eBhabhiloni+ waza wamfaka endlwini yokuvalelwa de yangumhla wokufa kwakhe.
13 Ngokuqinisekileyo ndiya kuwaneka umnatha wam phezu kwaso, yaye simele sibanjiswe ngumnatha wam wokuzingela;+ kwaye ndiza kusizisa eBhabhiloni, kwilizwe lamaKhaledi,+ kodwa lona asiyi kulibona; siya kufela apho ke.+