Yobhi 26:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wenze isazinge phezu kobuso bamanzi,+Apho ukukhanya kuphelela ebumnyameni. Yobhi 38:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ndaza ndahlabela mgama ndathi, ‘Ungazokufikelela apha, ungadluli;+Yaye amaza akho adlokovayo apheleliselwa apha’?+ INdumiso 33:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Amanzi olwandle uwahlanganisa ngokungathi kungedama,+Ewafaka koovimba amanzi enzonzobila. INdumiso 104:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wamisa umda, afanele angawudluli,+Ukuze angawugubungeli kwakhona umhlaba.+ IMizekeliso 8:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 ekumiseleni kwakhe ulwandle ummiselo ukuba amanzi afanele angawugqithi umyalelo wakhe,+ ekumiseleni kwakhe iziseko zehlabathi,+
11 Ndaza ndahlabela mgama ndathi, ‘Ungazokufikelela apha, ungadluli;+Yaye amaza akho adlokovayo apheleliselwa apha’?+
29 ekumiseleni kwakhe ulwandle ummiselo ukuba amanzi afanele angawugqithi umyalelo wakhe,+ ekumiseleni kwakhe iziseko zehlabathi,+