1 Kumkani 7:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wandula ke watyhida iintsika ezimbini zobhedu,+ ukuphakama kwayo kwentsika nganye kuziikubhite ezilishumi elinesibhozo, nomtya weekubhite ezilishumi elinesibini wawuza kulinganisa ukujikeleza ntsika nganye yezimbini.+
15 Wandula ke watyhida iintsika ezimbini zobhedu,+ ukuphakama kwayo kwentsika nganye kuziikubhite ezilishumi elinesibhozo, nomtya weekubhite ezilishumi elinesibini wawuza kulinganisa ukujikeleza ntsika nganye yezimbini.+