2 Kumkani 25:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Bandula ke bambamba ukumkani+ baza bamnyusa bamsa kukumkani waseBhabhiloni eRibhela,+ ukuze bavakalise isigwebo sakhe. Yeremiya 52:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yaye ukumkani waseBhabhiloni wababulala ngogonyamelo oonyana bakaZedekiya phambi kwamehlo akhe,+ neenkosana zonke zakwaYuda wazibulala ngogonyamelo eRibhela.+
6 Bandula ke bambamba ukumkani+ baza bamnyusa bamsa kukumkani waseBhabhiloni eRibhela,+ ukuze bavakalise isigwebo sakhe.
10 Yaye ukumkani waseBhabhiloni wababulala ngogonyamelo oonyana bakaZedekiya phambi kwamehlo akhe,+ neenkosana zonke zakwaYuda wazibulala ngogonyamelo eRibhela.+