IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 18:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Ngako oko ilizwe eli alihlambulukanga, yaye ndiya kulohlwaya ngesiphoso salo, lize ilizwe elo libahlanze abemi balo.+

  • Levitikus 26:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Ndonichithachitha phakathi kweentlanga,+ ndikhuphe ikrele lam esingxotyeni salo emva kwenu;+ liphanziswe ilizwe lenu,+ nezixeko zenu zibe ngamanxuwa aphanzileyo.

  • Duteronomi 28:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 UYehova wokusa wena+ nokumkani wakho+ oya kummisa phezu kwakho kuhlanga ongalwaziyo, wena nookhokho bakho; wokhonza khona thixo bambi, abenziwe ngomthi namatye.+

  • Isaya 24:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Nakanjani na ilizwe liya kuqongqothwa,+ ibe nakanjani na liya kuphangwa, kuba uYehova ulithethile eli lizwi.+

  • Yeremiya 25:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 yabona, ndiya kuthumela kuzo zonke iintsapho zasemntla,”+ utsho uYehova, “ndithumele nakuNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni, umkhonzi wam,+ ndibazise nxamye neli lizwe+ nabemi balo nazo zonke ezi ntlanga zijikelezileyo;+ ndiza kubatshabalalisa ndize ndibenze into yokukhwankqiswa nento yokubethelwa umlozi+ neendawo eziphanzileyo ukusa kwixesha elingenammiselo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share