IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 27:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ke kaloku ndiwanikele onke la mazwe esandleni sikaNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni,+ umkhonzi wam;+ kwanamarhamncwa asendle ndiwanikele kuye ukuba amkhonze.+

  • Yeremiya 43:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kwaye umele uthi kuwo, ‘Utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi: “Yabonani, ndiya kuthumela uNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni,+ umkhonzi wam,+ ndiyibeke itrone yakhe kanye phezu kwala matye ndiwafihlileyo, yaye ngokuqinisekileyo intente yakhe entle uya kuyolulela phezu kwawo.

  • Hezekile 29:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 “Nyana womntu, uNebhukaderetsare,+ ukumkani waseBhabhiloni, wenze umkhosi wamajoni akhe wafeza inkonzo enkulu nxamnye neTire.+ Zonke iintloko zichetywe iinkqayi, namagxalaba onke atyabukile.+ Kodwa umvuzo wona,+ akabanga nawo yena nomkhosi wakhe wamajoni eTire ngenxa yenkonzo leyo ayifezileyo nxamnye nayo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share