Yeremiya 17:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Njengesakhwatsha esihlanganisele ndawonye oko singakuzalanga unjalo lowo wenza ubutyebi, kodwa kungekho ngokusesikweni.+ Uya kubushiya+ esiqingatheni semihla yakhe, kwaye ekupheleni kwakhe uya kuba ngongenangqiqo.”+
11 Njengesakhwatsha esihlanganisele ndawonye oko singakuzalanga unjalo lowo wenza ubutyebi, kodwa kungekho ngokusesikweni.+ Uya kubushiya+ esiqingatheni semihla yakhe, kwaye ekupheleni kwakhe uya kuba ngongenangqiqo.”+