IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 28:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Umntu wezenzo zokuthembeka uya kufumana iintsikelelo ezininzi,+ kodwa ongxamela ukuzuza ubutyebi akayi kuhlala emsulwa.+

  • Isaya 1:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Iinkosana zakho zineenkani yaye zingamaqabane amasela.+ Zonke zithanda isinyobo,+ zikwasukela nezipho.+ Aziligwebi ityala lenkwenkwe engenayise; kwanetyala lomhlolokazi abazikhathazi ngalo.+

  • Yeremiya 5:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Njengendlwane izele zizidalwa eziphaphazelayo, ngokunjalo nezindlu zabo zizele yinkohliso.+ Kungenxa yoko le nto beye baba bakhulu kwaye bezuza ubutyebi.+

  • Yakobi 5:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Khangelani! Imivuzo yabasebenzi abavuna amasimi enu eniyibambileyo,+ iyaqhubeka idanduluka,+ nezimemezo zokucela uncedo+ zabavuni zingenile ezindlebeni+ zikaYehova wemikhosi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share