Yeremiya 2:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Mangaliswani koku, nina mazulu; nibe namanwele ngokuqhiphuka umbilini okukhulu,’ utsho uYehova,+ Yeremiya 23:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Nakubaprofeti baseYerusalem ndibone izinto eziqhiphula umbilini,+ ukukrexeza+ nokuhamba ebuxokini;+ yaye bomeleze izandla zabenzi bobubi ukuze bangabuyi,+ ngamnye ebubini bakhe. Kum bonke baye banjengeSodom,+ nabemi bayo banjengeGomora.”+ Hoseya 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Endlwini kaSirayeli ndibone into eqhiphula umbilini.+ Apho uEfrayim+ uyahenyuza. USirayeli uzenze inqambi.+
14 Nakubaprofeti baseYerusalem ndibone izinto eziqhiphula umbilini,+ ukukrexeza+ nokuhamba ebuxokini;+ yaye bomeleze izandla zabenzi bobubi ukuze bangabuyi,+ ngamnye ebubini bakhe. Kum bonke baye banjengeSodom,+ nabemi bayo banjengeGomora.”+
10 Endlwini kaSirayeli ndibone into eqhiphula umbilini.+ Apho uEfrayim+ uyahenyuza. USirayeli uzenze inqambi.+