IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 18:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ngenxa yoko uYehova wathi: “Isikhalo sokumangalelwa kweSodom neGomora sikhulu,+ ewe, nesono sazo sinzima kakhulu.+

  • Duteronomi 32:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Kuba umdiliya wazo ngowomdiliya waseSodom

      Yaye ngowamasimi aseGomora.+

      Iidiliya zazo ziidiliya zetyhefu,

      Izihloko zazo ziyakrakra.+

  • Isaya 1:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Liveni ilizwi likaYehova,+ nina bozwilakhe+ baseSodom.+ Wubekeleni indlebe umthetho kaThixo wethu, nina bantu baseGomora.

  • Yuda 7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kananjalo iSodom neGomora nezixeko ezazingakuzo,+ emva kokuba nazo ngohlobo olufanayo nabangaphambili zahenyuza ngokugqithiseleyo zaza zalandela inyama ngokuchasene nemvelo,+ zibekwe phambi kwethu njengomzekelo+ osisilumkiso ngokuva isohlwayo sesigwebo somlilo ongunaphakade.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share