Duteronomi 28:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Wophuthaphutha emini emaqanda, njengemfama iphuthaphutha esithokothokweni,+ ungabi nampumelelo ezindleleni zakho; uya kuba lixhoba lokuqhathwa nokuphangwa, kungabikho bani ukusindisayo.+ Isaya 10:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Niya kuthini na ke ngemini yokunikwa ingqalelo+ neyokonakaliswa okuvela kude?+ Niya kusabela kubani na ukuba anincede,+ yaye niya kulushiya phi na uzuko lwenu,+
29 Wophuthaphutha emini emaqanda, njengemfama iphuthaphutha esithokothokweni,+ ungabi nampumelelo ezindleleni zakho; uya kuba lixhoba lokuqhathwa nokuphangwa, kungabikho bani ukusindisayo.+
3 Niya kuthini na ke ngemini yokunikwa ingqalelo+ neyokonakaliswa okuvela kude?+ Niya kusabela kubani na ukuba anincede,+ yaye niya kulushiya phi na uzuko lwenu,+