Nehemiya 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kwaye iSango leeMfumba Zothuthu lalungiswa nguMalekiya unyana kaRekabhi, inkosana yesithili saseBhete-hakerem;+ walakha ngokwakhe waza wafaka iingcango zalo, izitshixo zalo nemivalo yalo.
14 Kwaye iSango leeMfumba Zothuthu lalungiswa nguMalekiya unyana kaRekabhi, inkosana yesithili saseBhete-hakerem;+ walakha ngokwakhe waza wafaka iingcango zalo, izitshixo zalo nemivalo yalo.