IMizekeliso 4:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Bamba ingqeqesho;+ musa ukuyiyeka.+ Yilondoloze, kuba yona ibubomi bakho.+ Zefaniya 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ndathi, ‘Ngokuqinisekileyo niya kundoyika; niya kulwamkela uqeqesho’;+ ukuze indawo yaso yokuhlala inganqunyulwa+—konke oko ndimele ndimphendulise ngako.+ Eneneni bakhawulezisa ukonakalisa zonke izenzo zabo.+
7 Ndathi, ‘Ngokuqinisekileyo niya kundoyika; niya kulwamkela uqeqesho’;+ ukuze indawo yaso yokuhlala inganqunyulwa+—konke oko ndimele ndimphendulise ngako.+ Eneneni bakhawulezisa ukonakalisa zonke izenzo zabo.+