Hezekile 23:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “Yaye waqhubeka etyhila izenzo zakhe zobunongogo kwaye etyhila nobuze bakhe,+ ngokokude umphefumlo wam uphethuke umke uzothekile kuye, kanye njengoko umphefumlo wam waphethuka wemka uzothekile kudade wabo.+ Hoseya 9:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba nangona ekhulisa oonyana bakhe, ndiza kumhlutha abantwana ukuze kungabikho mntu;+ ngenxa yokuba—yeha ke yena ekusukeni kwam kuye!+
18 “Yaye waqhubeka etyhila izenzo zakhe zobunongogo kwaye etyhila nobuze bakhe,+ ngokokude umphefumlo wam uphethuke umke uzothekile kuye, kanye njengoko umphefumlo wam waphethuka wemka uzothekile kudade wabo.+
12 Kuba nangona ekhulisa oonyana bakhe, ndiza kumhlutha abantwana ukuze kungabikho mntu;+ ngenxa yokuba—yeha ke yena ekusukeni kwam kuye!+