Duteronomi 28:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Bonikwa sizwana simbi+ oonyana bakho neentombi zakho, uhlale ujong’ enkalweni—kodwa singabi namandla isandla sakho.+ Duteronomi 32:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngaphandle baya kuhluthwa ngekrele,+Ngaphakathi ibe kukothuka,+Kokubini emfaneni nasentombini enyulu,+Kowanyayo nakonezimvi.+ Yeremiya 15:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Yaye ndiya kubela ngefolokhwe+ emasangweni elizwe. Ngokuqinisekileyo ndiya kubahlutha abantwana.+ Ndiza kubatshabalalisa abantu bam, ekubeni bengabuyanga ezindleleni zabo.+
32 Bonikwa sizwana simbi+ oonyana bakho neentombi zakho, uhlale ujong’ enkalweni—kodwa singabi namandla isandla sakho.+
25 Ngaphandle baya kuhluthwa ngekrele,+Ngaphakathi ibe kukothuka,+Kokubini emfaneni nasentombini enyulu,+Kowanyayo nakonezimvi.+
7 Yaye ndiya kubela ngefolokhwe+ emasangweni elizwe. Ngokuqinisekileyo ndiya kubahlutha abantwana.+ Ndiza kubatshabalalisa abantu bam, ekubeni bengabuyanga ezindleleni zabo.+