IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 8:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Baziva beneentloni na ngenxa yokuba benze into ecekisekayo?+ Noko ke, ngokuqinisekileyo abaziva beneentloni; kwaye abaziva bethotyiwe.+

      “‘Ngoko ke baya kuwa phakathi kwabo bawayo. Ngexesha lokunikelwa kwabo ingqalelo,+ baya kukhubeka,’ utsho uYehova.+

  • Zefaniya 3:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 UYehova wayelilungisa phakathi kwaso;+ wayengenzi ntswela-bulungisa.+ Iintsasa ngeentsasa wanikela isigwebo sakhe.+ Ekukhanyeni kwemini asizange sisilele.+ Kodwa ongelolungisa wayengalazi ihlazo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share